Bamenza uspiderman umntana , a man at that. Father God in the name of Jesus we pray and we claim for our fore prayers to restore impilo kaSive Mangali nabanye abakule meko...Moya waMandla usebenzile ngotata wecamera uwuqalile ke Wena Thixo lomsenezi kwaye Uthembekile uzakuwufeza..MALIJIKE INGOKU LAKHE NGEGAMA LIKAJESU..I have prayed AMEN!!
2026-10-01 21:06:43
5
sir Gqoks :
eish zibuhlungu ezinye imeko 😢 zabantu
2026-10-01 19:17:36
20
Lovers :
One thing I will never understand is LIFE, and I fear and respect the so called LIFE 💔 💔 💔
2026-10-01 19:08:47
17
Liyema❤️ :
ndiyamaz torho ngowaklo tshomi yam ,
2026-10-01 20:33:05
26
Ntosh C :
kugula umntu umntu owayemhle
2026-10-01 19:17:45
14
A T :
Ei bhut'omdala intle kakhulu le into uyenzileyo yazi