@vuyisani01: #Home Your home, isn't home to your kids.... 🤔

Vuyisani
Vuyisani
Open In TikTok:
Region: ZA
Tuesday 06 October 2026 12:05:58 GMT
80840
5293
431
739

Music

Download

Comments

mzamoqasha
MzamoQasha :
amen!!! I refused to let my kids live the life I have lived never 😭😭
2026-10-07 14:51:28
2
winty_02
Winty winty ❤️‍🔥❤️🇿🇦🏳️‍🌈 :
Mxm some parents are selfish as long they okay, their kids Future doesn't concern them
2026-10-07 13:33:34
2
tessanosi0
tessanosi :
Thank you buti for this encouragement
2026-10-07 04:46:33
1
liyabona422
liyabona422 :
Only reason I have 4 houses in different towns for my kids without telling family 🥰
2026-10-07 07:52:40
77
mhimhizuma
Mhimhi Zuma :
😭😭🥰 Oh bhut wam, uthe xa usithi noba yihoki...ndaphakama!!! Eli likhaya labantwana bam. Enkosi bhut wam
2026-10-07 07:49:03
119
euniceplaatjie
euniceplaatjie :
Power full word's [Pray]
2026-10-07 10:19:50
1
avee8313
Avee :
My everyday prayer celela abantwana bam ikhaya labo😭😭
2026-10-07 12:16:18
1
mamthimkhulu61
Bonny Mthimkhulu♥️📿 :
bhuti sanusikhumbuza siyaz siyazama yhoo bawo😭😭
2026-10-06 20:03:22
30
mahozana22
Mahozana :
Exactly 💯
2026-10-06 22:17:10
1
mrsziphethe
Mrs Z :
Tatam yinkulu kowabo so wakhe kowabo mama usando sweleka last year so ngenye imini ndafak utatam nomzi wakowabo owakhiwe nguye ndathi " mhla kwasweleka wena liphelile ikhaya kum" family yathi ndithetha wrongo
2026-10-06 20:00:07
16
snera084
Snera :
Onendlebe uvile buti
2026-10-06 17:00:00
6
romeomadikiza1
RomeoMadikiza :
bhuti omdala I wish abantu abaninzi bangawuva umyalezo wakho abam nonkosizi ba safe ndiyazama bhuti omdala sebezisola ngk kodwa ndabaxolela thixo USHAYA ESAKHE ISGICI
2026-10-07 06:30:25
15
magaba_mntuwomlambo
Magaba♥️ :
Yinyaniso emsulwa le❤️
2026-10-07 08:39:08
1
nomvuzo405
Nomvuzo :
yhoo 😭😭😭 Hayi Thixo ndincede Ndakhe le mntanam khaya noba libobosi
2026-10-07 05:41:48
1
ziyandamatwa750
Beautty750 :
mna bhuti zange ndilifumane ikhaya lam kodwa abantwana bam Banalo ikhaya ndabenzele
2026-10-07 13:35:51
2
mafez43
Mafez :
Ndiphezu kwalonyi ngoku
2026-10-07 17:13:23
1
mayoli616
Yolanda Sityana❤️ :
yhu buti uyitye yonke😭
2026-10-07 12:41:11
1
ayla_ayas10
Aya_Ayla :
yo zange ndayiva inyaniso enjee!!...👏👏👏
2026-10-06 17:54:40
5
user37286371740793
Siphelele Jempu :
Nyan emsulwa Mkhuluwa
2026-10-06 18:55:43
5
the.kigmother
the kig'mother :
nkosiyami lentetho buti iyandicukumisa ngoba umama wayevula izandla kumtwana wonke....engafuni ubona umntwa olambileyo kube yena enokutya,nomntu omdala bekufana kuye nentozonxiba athathe ezethu anike abanye kodwa sasivijwa ukutya thina xasiye kwamakhwabo yhoo💔💔eloxesha asingabo nabantu abathanduhamba...
2026-10-06 16:54:54
5
mavala625
ntombie :
Asbonge bhuti omdala 😭😭
2026-10-07 04:23:06
1
mandala6371
Mankala🥰 :
andinabo abantwana kodwa ndiphume nge peace 🥰
2026-10-07 16:08:57
1
zuzu_kwakhanya
Zuzu_kwakhanya :
Noba yi Hoki bhuti enkosi [Red heart]
2026-10-07 10:47:10
1
patrisha936
Nomvuzo :
Ngyabonga bhuti wam 🙏🙏🙏🙏💔💔😭😭
2026-10-07 09:01:28
1
user259444057491
user259444057491 :
ewe tata nyanisile tata
2026-10-07 05:18:03
1
To see more videos from user @vuyisani01, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About