@lady.zee973: Kuqale kube mnyama b4 kukhanye

lady zee
lady zee
Open In TikTok:
Region: ZA
Thursday 08 October 2026 18:59:36 GMT
59633
3942
227
46

Music

Download

Comments

mandy.banda0
Mandy Banda :
God bless you Mandisi 😭😭😭😭😭😭😭
2026-10-08 21:00:49
58
socala95
SOCALA@PIWE :
ndicaphukise kakhulu video yalo mama
2026-10-09 03:32:52
8
lisatolokazimhambi
Lisa Tolokazi Mhambi :
qala kubemnyama xa kuzokhanya🙏❤ oh mama 🥺
2026-10-09 05:38:35
12
mavusi92
mavusana vusi :
nazoke bendishilo mna social media iyanceda kweli ixesha 😂😂😂good thank you ndoda
2026-10-09 02:10:56
22
kuhle5237
khosi 4 life :
abantwana babantu bayaphelelwa yimosebenzi ngenxa yamasela......isela lisela noba linjani.....and amaxesha amaninzi iba zi managers ezithanda ufota amasela.....kubuhlungu uphelelwa. ngumsebenzi kuba kuthiwa aniwenzi kakuhle msebenzi wenu...ngenxa yamasela...isela lisela bethuna
2026-10-09 06:21:27
7
user5282900742462
user5282900742462 :
[Teary eyed][Crying]nkosiyam
2026-10-09 16:27:39
1
gorrilla80
fry :
Thank you for helping her
2026-10-09 10:23:31
2
hloni3439
Hloni :
the system has turned people into a criminals, they are trying to survive
2026-10-10 07:25:10
1
deyi099
Xhakaza :
uThixo unecebo lakhe ngubani obesazi lomama uzofumana lemali. kwade apho athatha khona ubuti DANKO
2026-10-09 09:03:49
9
user867995926762
Thandolwethu Zulu :
syabonga ndodana 🙌🙌🙌
2026-10-10 07:38:58
1
langelihle785
Malangonke :
God bless you Mandisi🥰
2026-10-10 04:18:21
1
thringchris
thringchris :
Mandisi uThixo akuphe more power ndoda lento yalomama indikhathazile nam gqithi kuba bamhlazile lomama elizweni ngale vidio
2026-10-09 04:46:49
5
okwenamtantsi
Okwenam Tantsi :
kwande pho nithathakhona thixo anibusise
2026-10-09 16:46:26
1
user21355470936675
Luluh covid19 :
siyambongela gogo 👏👏
2026-10-08 21:42:59
1
mkivasiza83gmail.c
[email protected] :
uthixo uyakwazi uvumela into embi ngomtu wakhe kanti wakha into entle God bless you bhuti nesizukulwana sakho
2026-10-10 00:02:20
1
snwesh0
@mamkhwanazi_nwabisa :
Oh owethu uthixo akathuli nje ndiyabonga kuwe mdali😭😭😭🙏
2026-10-09 19:46:28
1
zoleka7992
Zoleka :
unkulunkulu akwandisele la uthathakhona ngegama lika jesu amen 🙏
2026-10-09 21:36:41
1
nomondemafuya4
nomondemafuya4 :
uthixo akusikelele mtanam yho inkulu into oye nzileyo
2026-10-09 13:55:39
1
landa.sokhanyile0
Landa Sokhanyile :
Thixo akusikelele Mandisi
2026-10-09 05:13:35
1
user39254756621522
Butterfly🦋 :
Mandisi forever yena
2026-10-09 04:26:12
1
alwah154
@lwandevane54 :
Kwandeeee👏
2026-10-09 07:51:03
1
user2761846054338
lulu :
usebenzi ndoda hle my God bless more and more [Red heart]
2026-10-09 14:10:56
1
s.shololo
Neshia Sikiweyiya :
owww ubhuti mandisi uncedile bhuti thixo akubusise cz ibibuhlungu la video kamama
2026-10-09 06:32:56
1
user.3040767088582
MR taperfade :
siyabonga bhuti wam uthixo akusikelele 🙏🙏🙏
2026-10-09 11:49:25
1
emilyteisi
Emily :
[Pray][Pray][Pray][Pray] amen
2026-10-08 21:46:09
1
To see more videos from user @lady.zee973, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About