@ayamolefe: #AyaMolefe #missyekids #MsyamaMillion

ayamolefe
ayamolefe
Open In TikTok:
Region: ZA
Tuesday 13 October 2026 15:41:05 GMT
9385
535
68
6

Music

Download

Comments

luvo.kodwa
Luvolwakhe :
yhoo my sister umsebenzi wabantwana ufuna umntu othanda abantwana - ndiyindoda but my wife and I are having the same problem , mind you I'm not staying with them and my 2 boys (5&6 years) are going to school, the problem is my youngest who is 2 years old but we keep on moving my sister. pray for that one person ozokwenza wonele emphefumlweni
2026-10-13 18:42:27
1
goldymaduna0
goldy maduna :
do not abuse people in ur home
2026-10-14 06:23:37
0
ambleseed4040
ambleseed4040 :
Well said sisi
2026-10-13 16:28:31
2
jensicca1
jensicca1 :
Following you ❤️
2026-10-13 21:36:49
0
maydo32
Gcogco :
Abanazi ngubo baza bephaca aqhele kakubi emzini thanx for sharing Aya
2026-10-13 18:18:33
3
anathimqunya
Anathi Mqunya :
uze kubani kanti xa engazulala nabo abantwana phofu bazilalela kwibed zabo and wenza into oyithandayo kwakho ngexesha elithandwa nguwe🥰🥰🥰🥰🥰🥰
2026-10-13 20:59:42
4
user5520505747954
user5520505747954 :
yhooo hai cc ndlela endikuva uthetha ngayo ngasike ndiwufumane umsebenzi wakwakho basuke benga xakekanga abobantu yhini uphi cc
2026-10-14 13:50:16
1
thabongema
ThaboNgema :
yhooo sisi, well said😂😂😂
2026-10-13 20:18:22
1
habofanejappie
Deee :
hobane ona le chelete otswara batho hampe ausi
2026-10-14 07:30:44
1
mmadis2
Mmadis :
Struuuuu as long as ungumuntu ongathandi abantwana.. Ungawuthathi. Respect, listening and communication is the key to everything.
2026-10-13 16:32:24
4
bulelwa2025
Bulelwa2025 :
Yebethuna abantu bafunani Kanti Cc unga ungaba yiAgent yeeGeneral workers for Abantu abaSerious yhazi
2026-10-14 06:48:54
1
vuyokazi.zibi
Vuyokazi Zibi :
True so
2026-10-13 16:32:16
1
zisithandile
zisithandile :
Hi sisi kune Account which is texting me zimbini do you Know any of that indixelela ngetrading ebhatala imali please cela uphendule ngoba iyandixaka lento yezi accounts ithatha ezi videos zakho izipost
2026-10-13 16:22:51
1
user1104140356370
Jabu :
Hai cc ungatshintshi ubuwena ngenxa yabantu yhoo ukuba bendikulandela kwakudala ngendezayo ndingade ndibhadulele eKapa ndiyohlala nabantwana abane nge R2000 kuba kusithwa ndihlala phaya nditya phaya☺️kodwa uThixo wangumncedi ndanyamezela kunjalo kodwa sendaphuma
2026-10-13 18:29:18
4
philly3434
Philly :
stay as sweet as u are cc 🥰🥰,,uyabonakàla ngumntu oryt wena
2026-10-13 20:08:52
2
nozie.mahlogwane
nozie Mahlogwane :
Ugavumi ukulala Ubuntu nakho ngenxa abantu abangafuni kuphangela cc🙏
2026-10-14 06:40:51
1
ntombifikile_sodange1
ntombifikile_Sodange :
mna ccwam ndiva indlela le uthetha ngayo uthando lukhona kuwe ungayenzi lonto ngenxaya bantu baka TikTok ungaphu misimilo ngaba🥰🥰🥰
2026-10-14 08:43:49
1
noxolo4590
Noxolo :
sthandwa sam.uncede ungatshintsi wen uhlale unjena please. basekhona abamntu abafunayo uphangela❤️ndiyakuthanda mna shame
2026-10-14 05:43:30
1
user4561357790439
thonga :
ma sekufika umntu wangaphandle usebenze sebethi bathathelwa umsebenzi
2026-10-14 04:54:11
0
andympukuluthi
AndyMpukuluthi :
abakufuni tuu uphangela they have lot of complains maarn worse umphatha kakuhle umntu ude umniki bonus
2026-10-14 05:57:27
0
zozie526
Zozie :
Nangoku cc sukuwuthatha umsebenzi xa ungazuwumela yjooo
2026-10-13 19:26:34
2
sinesiphombelana
Sneh :
Ow sis ngase uThixo enze ndihambe ndide ndzofikelela kuwe ubone uba ungaphinde udinge umntu na werc uvakala ungumntu oright
2026-10-13 17:07:11
2
noloyied
noloyied :
Unyanisile cc wam
2026-10-13 19:42:35
1
thulilesibanyonimabena
Thulile Sibanyoni-Mabena :
uqinisile gal
2026-10-13 15:54:56
1
nompumelelofebana
mpumie36 :
yhoo mna wrc mdiwuthanda yomibini Lo job wrc umntana , ndijike ndibe yichmy yabo sana , nditaka take nam 😂. qha phi kesana inqabile wrc apha ebhayi
2026-10-14 16:16:20
1
To see more videos from user @ayamolefe, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About