@mayho_mayonie:

Nela_M
Nela_M
Open In TikTok:
Region: ZA
Thursday 15 October 2026 08:17:11 GMT
19603
1550
94
21

Music

Download

Comments

inziphazi.thulz
Inziphazi Thulz :
Andinayo nje and after that I’m going to buy myself 12 corona 😎
2026-10-15 14:54:56
1
jefferey_27
jefferey_27 :
awungqondo mntase umhle nje
2026-10-15 13:10:00
37
lumko_mabanga1836
Lumko_Mabanga 🇿🇦 :
Umntu makayi cele Ku tatakhe imali
2026-10-15 10:46:07
24
mlisa904
Qayiya :
Ayikho futhi akho nethemba loba ndizoba nayo
2026-10-15 18:25:45
2
nkos50
Kingman❣️ :
yoo hay singaphela nini rhaa nditsho kakuhle mna andinayo haybo ayo atm 🏧 mna thyin
2026-10-15 16:17:51
2
amvuyele15
amvuyele15 :
Ndathi komnye andinayo, ndandifuna andilahle akakandilahli
2026-10-15 09:03:10
10
makalongemoni
MakaLonge Moni :
Abe wec othi andinayo ne cent yhuuu
2026-10-15 11:24:25
4
khado305
MAKHAPS :
Andinayo ne cent emdaka 🤷🏽‍♂️
2026-10-15 17:43:46
0
mandisikazembe
MJ :
Uyasithanda kodwa wena [Heartwarming]
2026-10-15 10:58:34
0
user2816705569299
Ruka :
hayi ndikheta uduka iveki yonke andinaso isibindi socacisa ba andinamali
2026-10-15 19:03:32
0
zamampinga04
zamampinga :
andimlahli nam ndiye ndingabinayo nakuye noba yintoni andinayo qha 😂😂
2026-10-15 10:46:16
0
mboyi39
Luciano :
Nathi singabantu Guys haibo😂Silahlelwani
2026-10-15 12:10:55
0
ayabonga.foliti
Ayabonga Foliti :
andinayo ngoku ngoku mka ba ufuna uhamba
2026-10-15 17:29:15
0
user8135125784544
ta tsoman :
ngase silahlwe coz asinityali mali thina imali iyasetyenzelwa
2026-10-15 16:10:39
0
sandla514
Sandla :
😭😭😭😂😂 Yjoooo kodwa so phila phi nini
2026-10-15 17:02:50
0
005ve21
005ve21 :
ooohh niyawathanda amaxhoki, okay
2026-10-15 16:08:24
0
missssss_k5
missssss_k :
yhuuuuuu ndiyafa🕊😭
2026-10-15 10:09:34
0
alakmay0017th
ZiduliShin0017th (2) :
Hayi ungandilahla nje mna andnanxaki ngoba awngomfazi wam, umntu ekumele ndimnike iMali ngumkam futh keyena akudingeki noba ade ayicele ndyamnika nje ngentliziyo emhlophe
2026-10-15 11:21:04
0
litha704baby
Litha Tah Buddy :
and asixoki thina xa ingekho ayikho
2026-10-15 16:04:00
0
djsxhosana
djsxhosana :
Ok awuzuyiva
2026-10-15 14:03:37
0
malibekhomcata
King Denzel Your Majesty :
Andinayo ngoku
2026-10-15 18:19:14
0
nele_mbebe
Kwanza :
2026-10-15 19:01:32
0
abongile.lutshetu
Abongile Lutshetu :
hayi shame
2026-10-15 15:03:05
0
ndlovumbuso
MaGatsheni❤️❤️❤️❤️❤️ :
❤️❤️❤️
2026-10-15 10:19:55
0
To see more videos from user @mayho_mayonie, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About