sho bhuti ndim lo ubuya umva apho utata no rasta they are sweet souls bayakunika i chances most yenu apho nine ntliziyo ezintle🙏
2026-10-22 08:17:14
0
wara :
molweni kuphi apha bakhuluwa
2026-10-21 08:20:49
0
#BAFFOH :
mkhuluwa utestwa xa uneziphi izinto ngaphandle kuka 14ne pdp
2026-10-22 21:17:56
0
pura :
Please bhuti wam
2026-10-20 18:31:16
1
Dungamanzi :
Yaz abantu most of the time bafuna agent khaniziyeke khawuvuke uye xakuthiwa kuyatestwa then obvious bazothi batesta umntu ofonelwe agent wena impendulo yakho ubothi haii ke ndizobukela bona xabetesta uzoyinikwa chance but k abantu once kuthi kutestwa agent bavele baye gatini .......
2026-10-20 14:52:53
1
cylent :
ndina 20 bhuti ndinga qualifaya
2026-10-20 15:41:32
0
Ludwes :
kuthestwa nini na nini mkhuluwa and kufuneka uphathe ntoni nantoni?