umntase u depender emxholweni😂😂 uyakwaz uthukwa kube kuthwe mntase
2026-10-28 03:10:22
39
ofentse :
Abanokuva abathatha kade
2026-10-28 05:26:36
8
Mqomakazi :
😂😂😂😂😂You spot on😂😂😂
2026-10-28 04:51:26
0
ZeeTox :
No “Chomi” 🤦♀️
2026-10-28 03:41:26
24
Tiago :
Andiwachaphukeli Chomi and mntase
2026-10-28 05:34:40
3
norooi :
Sibhaqiwe
2026-10-28 03:57:51
15
Enzoo :
hay bhuti, lisuka kumntasekhaya. ngok siyalinqumla
2026-10-28 05:02:36
6
BusiMakaTeko :
Uyitye yonke😂😂😂
2026-10-28 03:35:37
24
Kululwa Sitali :
mntanasekhaya in short mntase liyacenga
2026-10-28 04:14:43
6
dilongs :
hayi hayi umntase its a short cut of umntasekhaya
2026-10-28 03:47:09
6
amor :
Ayikho lento uyicacisayo.
mntase( mntwana wasekhaya)yinton ke ngoku ephoxayo apho? Kufana naxa esithi umntu "sthandwa sam" ungatsho nakubani na that u are comfortable with.sanuxokisela abantu.
2026-10-28 04:58:46
3
Zizizi dinopala🙅♂️ :
😂😂haibo mntase uthin nangok
2026-10-28 01:57:56
5
user12345678910 :
suyicacisa kakhulu Catsinoh🤣🤣🤣
2026-10-28 05:38:24
0
BusiMakaTeko :
Kuthwe not wena kaloku mntase uboyazi uyadelelwa😂
2026-10-28 03:36:45
6
Ntuthundzila :
Uyaxoka bhuti limele mntasekhaya not ngoluhlobo uyicacisa ngayo xa ungumxhosa ungumntase yhuu bethuna
2026-10-28 04:53:19
0
Onie :
ha.a nguwe marn lo ufuna sicinge dep😂😂
2026-10-28 06:26:17
2
Mrs_Av 🇿🇦 :
[Tears of joy][Tears of joy][Tears of joy][Tears of joy]yhuuu ufuna sicinge deep[Tears of joy][Tears of joy]bawo yhini mntasee