Yhooo amadoda soze alunge nanini na but ustrong cc akhonto ingagqithiyo mntase khawuze no part 2
2026-11-01 06:03:23
0
ZamaMpinga❤️ :
2026-10-31 22:47:38
0
Mabaleka 99 :
awuthobeke ngeloxesha for ba kudlalwe ngawe🥺
2026-10-31 20:01:35
0
Smido :
Awusemhle ngeloxesha yhini bawo
2026-10-31 21:56:27
0
Mfundo :
Yhooo lonto ba good emayezeni kodwa into ndisure ngayo if bebengaqali bantu ngekungekho lento yenzekayo ngoba abantu abangatshatanga bafuna Mali abanaxesha lamntu
2026-11-01 08:47:23
0
Zoe :
Story sakho sifana neskaMama sana ude wasweleka bcz of depression
OH I hate utata shame