@pumezasidoda:

Pumeza Sidoda
Pumeza Sidoda
Open In TikTok:
Region: ZA
Monday 09 November 2026 07:03:50 GMT
14665
639
40
10

Music

Download

Comments

nono81038
Elethu_nono :
Am also married i would do the same,because God knows we are faithful in our marriages kodwa yey bayabukisa ngathi ababhuti
2026-11-09 10:36:34
5
yangadalukhololud
yangadalukhololud :
ohh madoda mhlaba wethu lomntu ume lalini ym
2026-11-09 13:31:38
1
elizabethqchere
Queen D :
Good job sisi, suzisola tu!
2026-11-09 15:18:43
3
kholiswaa7
kholiswaa :
shiya lonto wethu
2026-11-09 19:54:27
1
maquting
Bathini :
ibuhlungu but ke ngoku ngumthwalo ka Nondindwa kabani?
2026-11-09 19:55:50
1
user1719116946841
Zizipho Vathu :
Shiya londoda apho sisi wam
2026-11-09 14:44:43
1
makrila307
Nandi :
chini lomazala unjani
2026-11-09 16:39:56
1
user90minnie
Luyanda Mangaliso :
Goduka sthandwa sam
2026-11-09 15:02:16
1
ndumimafakafaka
cc qonce :
Nam sana bendizokwenza lonto kanye wenze kahle kakhulu ungalinge uzisole cc
2026-11-09 16:50:31
1
ezasesimanyene
ezase simanyene s.s ❤️❤️🔥 :
wazibeka yena
2026-11-09 19:56:49
0
indies329
indies :
Lo cc usahlelelenina kulo mtshato
2026-11-09 19:26:29
1
mother.of.488
mother of 4 :
Owam umamazala wathi skathenwanga owakhe unyana,So akazunga krexezi
2026-11-09 16:27:04
1
nodumo.dibela
Nodumo Dibela :
ngendandimshiye esazikakela
2026-11-09 17:59:47
1
ljm.nyuswa
LJM Nyuswa :
yes belixhoba , klk wendile ,sondeza bantu bomzi wakho
2026-11-09 09:04:17
0
njenje011
mijelo :
Awe dzanga not mntanomntu uba ufuna umshiya mshiye ubomi bufutshane Nono uzendzile akakhalelwa
2026-11-09 16:01:06
1
vuyo.gabula
Vuyo Gabula :
Ucc makamshiye apho, ayoqala ubom obutsha
2026-11-09 13:06:11
2
zandile9911
zandile :
Mshiye
2026-11-09 15:26:34
1
fundiswa649
fundiswa649 :
ubolile Lo mma
2026-11-09 15:14:13
1
toast_rsa
Toast :
mshiye sana
2026-11-09 15:47:53
1
user2577529309650
speech :
Wena sisi walungisa into erongo ngerongo ngoba sisi indoda iyamlwela umfazi wayo kuxhomekeke ukuba amandla alondoda angakanani kwakungamelanga uyixelele landoda
2026-11-09 14:11:56
1
sisonke.ningiza
Sisonke NingizA :
ngewake waqala wathetha nosisi lo utyela amxelele uba uzakuxelela indoda yakhe uba usaqhubekeka amxelele ke
2026-11-09 12:14:47
0
msiyana215
Msiyana :
🥰🥰🥰
2026-11-09 19:32:41
1
nciban4
nciban :
🥰🥰🥰
2026-11-09 13:47:07
1
bsisipho.jack
bSisipho Jack :
🥰🥰🥰
2026-11-09 21:37:02
0
To see more videos from user @pumezasidoda, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About