Personally I am okay with mine at home . Am tired of being the driver , maka hlale endlin atye I noodles
2026-11-12 06:21:52
63
Mamhlongo :
nisho u 20?owam uqede izolo ukubhala,uthe efika wath sengoze ngibone ngoJanuary,ngizwe kusinda ikhanda[Tears of joy][Tears of joy][Tears of joy]
2026-11-12 04:05:10
102
Lili :
yhooo 20 November abatyi Thixo bayakhuphela
2026-11-12 02:45:09
98
andisantshele :
Yhu imagine 20 Nov till 20 Jan, hai amaMiss asfuna sifile… 🙆♀️🙆♀️🙆♀️
2026-11-12 19:08:14
1
Thuli 03264 :
Mabavale nge 20 ka Dicember bayatya abantwana and bathanda ukulwa bodwa 😂😂😂
2026-11-12 07:47:06
36
Sneh🇿🇦 :
Exam papers n reports tata
2026-11-12 18:56:22
0
Khanyisa :
😂😂😂😂umntu makahlale nomntwana wakhe
2026-11-11 21:13:24
71
TBW Boy :
baxelele name Freestate
2026-11-12 16:39:24
0
NoluvoGungu :
for 2027 planing bhutiza ❤️❤️❤️
2026-11-12 17:56:35
0
significan1_0 :
Betuna zotheni zivalwa nge 20 izokolo did I miss something?ndicela nindicacisele betuna asking as umntu oqala uyiva lento 😳😳
2026-11-12 05:28:43
24
sno :
😂😂😂😂😂 bo miss ithini into 😂😂😂
2026-11-12 18:49:49
0
Nomzamo Twala :
😂andithengi kwalonto mna wathi esathi ziyafuneka ndafona miss ndathi yenzani mali ye school fees se 4000 ngenyanga that time I have 2 so it's 8000 wathi sorry mam I will print at office for them every time tyini ndingaphela
2026-11-12 03:39:32
9
Maradu's Treats 💕💕 :
Umntu nomtakhe okanye nabantabakhe babhem 😂😂😂😂😂
2026-11-12 08:14:03
8
Sandisiwe Yawa :
anengxaki amamisi[Tears of joy]
2026-11-12 09:06:22
8
Thabisa🌸 :
Hayi mna ke mama zovulwa sendiligeza ngaba bam.😭
2026-11-12 09:39:13
15
Makeswa 🌸 :
Mna ndisamangele kuthwa masibhatale iFees zika December 🫢