@vusig27:

Vusig2
Vusig2
Open In TikTok:
Region: ZA
Friday 13 November 2026 16:41:53 GMT
192119
9681
885
783

Music

Download

Comments

mthuthuzeli.kolis
Mthuthuzeli Kolisi :
date I ekhayeni emvakomojiso
2026-11-13 18:45:58
261
kay.kay4401
Kay Kay :
yintoni e wrong Vusi because I duration ye process uyakwaz uyi estimate
2026-11-13 18:11:57
213
nezisasodladla
neznez :
Good question oko bendibuza told them umntana akakangeni
2026-11-14 13:58:43
75
xhantimkungeki0
XT :
Ndingutata..idate ndiyayazi.. invite is to to friends that need to plan..
2026-11-14 07:55:57
36
hlubi2624
L T :
Sikona singomalume kawtule
2026-11-13 17:58:26
53
fezilencobo
Three Angelz :
We call it planning with experience, we have been there and we know
2026-11-14 13:34:24
28
vusi4465
Vusi 🥺❤️ :
Gud question
2026-11-20 22:43:14
0
jennifer.paukakaz7
💜💜MamZizi💜💜 :
Klk bhuty ku bookishwa ii deco in time!🤣🤣🤣🤦🏽‍♀️
2026-11-13 20:01:58
28
bk30094
Bk :
new generation Tata😅
2026-11-21 16:49:36
0
maniax775
maniax :
Andayihleka mna mntu oyifumene izolo i-invite.😂🤣😂
2026-11-13 19:26:46
104
mocksie.boy1
Lwando Mocksieboy Mocksini :
Mna ndinaye unyana uzawyazi I date way nearly ne date yophuma because we have to plan way early nabantu bethu bakwazi uzilungiselela.Andiyazi uba kwakwenzwe njani kum kwakukdala kakhulu but ndiyaya I uba ndahla inyanga lhe izawhlalwa ngonyana bam.Siyaplana kaloku thina and trust God nge plan yethu.
2026-11-13 18:24:24
46
veliswatwangu
vee :
tata awukho ndala na🤣
2026-11-14 16:15:50
29
buyiswa001
buyiswa :
Owam ungene last year and akanatata. Ndandinayo odate kwathiwa mandime ndizova ngootata nyan ke ndajonga kuba but idate yam yalunga 🥰🥰
2026-11-13 18:44:54
59
bhutmtizozo
Bhut'Mtizozo :
hlala ubhideke unjalo bhuti
2026-11-14 05:25:15
19
siphongcayi
siphongcayi02 :
akhonto ndiyicaphukela ngathi yilonto mkhuluwa coz yonke into ibonwa emntaneni ehlathini 🤔🤔
2026-11-13 17:05:44
30
bulelwajikeka8
Mongameli Bulelwa Jikeka :
Depeds on the culture of that particular area........ifana nale yotya inyama yasesilarheni emgidini yi meko yalondawo cause kwezinye indawo ayenziwa lonto so idate does not make you less of a father yi culture yendawo ethile
2026-11-13 18:44:05
16
chester.fie
CDC :
ubhetele pha ekushumayeleni kodwa☺️
2026-11-14 16:27:05
8
user1966600879344
nozuluomkhulu :
ngaba mama klk mna sendi wazi eyase lalini yonke ngk ndilapha ekapa
2026-11-13 18:10:37
11
xhantimkungeki0
XT :
Bhideka wedwa bawo
2026-11-14 07:56:18
94
monica.makaula7
Monica Makaula :
namagqwirha ke aba ready
2026-11-13 17:13:10
20
andilexeketwane
Andile X :
Estimate, normally four weeks is enough mhlekazi.
2026-11-15 07:14:48
11
taka.itha4
Malie :
siyazi ngalamini sibosisa ngayo
2026-11-14 23:01:04
5
aphiwehem
kaizerAV :
I date Ave ibekwa phaya e Ntabeni na
2026-11-15 04:17:25
10
makhanda008
nkulu :
Date ziye ziphume esentabeni andiyazi isukaphi le
2026-11-13 20:27:32
8
mamqadikangcwina
iQadikazi 💝💝 :
Sometimes ke kwenzelwa abaphangeli ba fake ileaves emisebenzin
2026-11-14 04:57:43
8
To see more videos from user @vusig27, please go to the Tikwm homepage.

Other Videos


About