I lost my mother when, I was 14.ngo 2018 my grandmother and my uncle same year. Ngo 2024 July u brother wam oza emvakwam, 2025 last born ka mama ndisazibuza nangoku andifanelekanga na💔💔
2026-11-14 03:43:58
83
Muhle Marela :
Why I'm crying Bawo
2026-11-28 23:40:00
0
Bullz Daka :
Yhuuu hayi a kubuhlungu ku hlekiswe ngawe bangu lo uzalwa naye kuba ungenanto
2026-11-13 23:17:32
152
Bulie... :
andakhala Thambakazi. yintoni sisi
2026-11-14 09:49:14
69
MaNcuthu :
Ndayeka kundala uthandaza mna ngoba kuyafana 😭😭😭😭
2026-11-27 16:06:09
2
sakestom :
amen and amen 🖐🏽🙏🏽🙌🏽
2026-11-27 19:45:52
1
Bhungane :
Oh Sisi!! Wandinika ithemba. In my workplace, I have been in the same position for 18 yrs with all my experience and qualifications. Ndikuvile Dadwwethu🙏
2026-11-16 19:31:46
8
Nonoza 87 :
Into endikuthanda yona Thembekazi oh Thixo aqhubeke ekubusisa sthandwa sam .
2026-11-14 06:13:17
27
ovayo mbande :
😭😭😭😭 Yangathi uthetha nam, khange ube lula tu kum lo unyaka ndade ndam thandabuza ba Inga a eyam imithandazo uya yiva na, suke kwa lunga sendi ncama 😭😭😭😭💔
2026-11-27 19:25:16
1
M A M A L I🥺 :
uthule kungok sana 😢 kunini ndithandaza ndide ndadikwa kwayinto yonke
2026-11-14 06:11:13
6
ntombi :
Amen indlela endivuya ngayo xandithe ndadibana nepost yakho Kuba kubakho into esukayo kum enkosi ngawe🙏
2026-11-14 06:08:01
9
Jolakazi ❤️🌈😇 :
Hai maarn wena 🥹undazelaphi mna nje ngoba uthetha ngam kanje🙏🥹🥹🥹ndicela nindithandazise ndifuna uxolo nokuthula empilweni yam nabantwana bam🙏😭😭😭😭
2026-11-14 05:22:05
11
Eemza :
Oooooh sisi amazwi akho I'm 44 i just waiting for my turn and it takes time uThixo makasibone